Judges 9:26 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku u‐Gale, unyana ka‐Hebedi, weza nabazalwana bake, badlulela e‐Shekeme; bati abemi base‐Shekeme batembela kuye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waya uGahali unyana kaEbhede, nabazalwana bakhe, badlula besiya kwaShekem. Abemi bakwaShekem bakholosa ngaye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wafika uGayeli unyana kaEbhede, nabazalwana bakhe, baya kwaShekem; abanini bakwaShekem bakholosa ngaye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku kwafika uGali unyana kaEbhede eShekem enabantakwabo. Abemi baseShekem ke babethembele kuye.