Judges 9:29 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Akwaba ababantu babesesandleni sam! ngendisandul’ ukumshenxisa u‐Abimeleki. Waza wati ku‐Abimeleki: Yandisa impi yako, upume.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ababa aba bantu babesesandleni sam! Kukhona bendingamsusayo uAbhimeleki. Wathi, esingisa kuAbhimeleki, Wandise umkhosi wakho, uphume.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwaye ukuba uThixo angasibeka esi sizwe ezandleni zam! ndimsuse ke uAbhimeleki. Wathi kuAbhimeleki, Yandisa impi yakho, uphume;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Akwaba ibindim okhokela esi sizwe; bendiya kumsusa uAbhimeleki lo! Bendiya kumxelela ndithi: ‘Mawube ngathi uyaqina umkhosi wakho, uphume, khe sidibane.’ ”