Judges 9:31 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza watuma izigidimi ku‐Abimeleki ngobuqokolo, ukuti: Bona ke, u‐Gale, unyana ka‐Hebedi, nabazalwana bake, bafikile e‐Shekeme; kanjalo bona ke, bayavuselela isixeko ngakuwe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathuma abathunywa kuAbhimeleki ngenkohliso, esithi, Nanku uGahali unyana kaEbhede, nabazalwana bakhe, befike kwaShekem;yabona, bayawubandezela umzi ukuba uchasane nawe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathuma abathunywa kuAbhimeleki ngasese, esithi, Nanku uGahali unyana kaEbhede, nabazalwana bakhe, befikile kwaShekem; bawuqinisa umzi, ukuba balwe nawo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathumela izigidimi ngasese kuAbhimeleki eAruma, wathi: “UGali unyana kaEbhede nabantakwabo bagalelekile apha eShekem; baxhokonxa abantu khon' ukuze bakuchase.