Judges 9:37 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Walekela u‐Gale ukuteta, wati: Naba abantu besihla enkalweni yelizwe, nelinye iqela lisiza ngendlela yeyeke ye‐Mehonenime.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waphinda waqokela uGahali, wathi ukuthetha, Naba abantu besihla emnyeleni welizwe, elinye iqela lisiza ngendlela yoMoki wamaTola.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waphinda waqokela uGayeli, wathi, Yabona, abantu bayehla bevela ezweni;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwakhona uGali wathi: “Khangela, nangaya amadoda esihla phaya embindini wentaba! Elinye iqela liza ngalaa ndlela ivela kum-oki wezangoma!”