Judges 9:38 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula u‐Zebule wati kuye: Upina ke umlomo wako, owabusitsho ngawo ukuti: Ungubanina u‐Abimeleki, ukuba sikonze kuye? Asi ngaba na abobantu ubadelileyo? Puma ke kaloku, ulwe nabo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uZebhule kuye, Uphi na kaloku umlomo wakho owathi ngawo, Ngubani na uAbhimeleki ukuba simkhonze? Asingabo abo bantu na wabacekisayo? Khawuphume kaloku, ulwe nabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uZebhule kuye, Uphi na kaloku umlomo wakho, owathi ngawo, Ngubani na uAbhimeleki ukuba simkhonze? Asingabo aba bantu ubacekisile? Ndiyathandaza, phumani ngoku, nilwe nabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UZebhule waphendula wathi: “Aye phi kaloku amatshamba akho ngoku? Andithi kaloku nguwe kanye owawusithi: ‘Ngubani yena uAbhimeleki ukuba sibe phantsi kwakhe?’ Nango ke laa madoda obuphoxisa ngawo! Hamba kaloku, uphume uye kulwa nawo!”