Judges 9:40 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati u‐Abimeleki wamsukela, wada wabaleka ebusweni bake: kwaza kwawa abahlatyiweyo abaninzi kude kwasemnyango wesango.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UAbhimeleki wamsukela; wasaba yena phambi kwakhe. Kwawa ababuleweyo baba baninzi, kwada kwesa ekungeneni kwesango.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uAbhimeleki wamsukela, wasaba ebusweni bakhe;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UGali wasaba, waza ke wasukelwa nguAbhimeleki. Abaninzi benzakalela kwalapho ukuya esangweni lesixeko.