Judges 9:41 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waya u‐Abimeleki wahlala e‐Aruma: kanjalo u‐Zebule wamgxota u‐Gale nabazalwana bake, ukuze bangahlali e‐Shekeme.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UAbhimeleki wahlala eAruma; uZebhule wamgxotha uGahali nabazalwana bakhe ukuba bangahlali kwaShekem.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uAbhimeleki waqhubeka ehlala eArum, yaye uZebhule wamgxotha uGahali nabazalwana bakhe ukuze bangahlali kwaShekem.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UAbhimeleki wahlala eAruma, waza uZebhule wamdudula uGali nabantakwabo baphuma eShekem, ababa saba nako ukuhlala khona.