Judges 9:42 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwabekute ngomnye umhla, bapuma abantu baya ezindle; kwaza kwaxelwa ku‐Abimeleki.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi ngengomso, baphuma abantu baya emasimini; waxelewa uAbhimeleki.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Baphuma ke ngengomso abantu, baya emaphandleni; wamxelela uAbhimeleki.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngomhla olandelayo uAbhimeleki waxelelwa ukuba amaShekem aceba ukuphuma aye emaphandleni;