Judges 9:43 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waye etabatile abantu, wabahlula babe ngamaqela matatu, walalela ezindle; wati akukangela, naba abantu bepuma esixekweni; waza wesuka ngakubo, wababeta.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wabathabatha abantu, wabahlula baba maqela mathathu, walalela emasimini; wakhangela, wabona abantu bephuma kuloo mzi, wabavunukela wabaxabela.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wawathabatha amadoda lawo, wawahlula aba zahlulo zintathu, walala entsimini, wakhangela, wawabona amadoda ephuma phakathi komzi; wabavukela, waboyisa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
waza ke waphuma nomkhosi wakhe wawahlula-hlula kathathu, waya kubalalela emaphandleni. Wathi akubona abantu bephuma esixekweni, naye waphuma ekuzimeleni, wababulala.