Judges 9:52 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wada u‐Abimeleki wafika enqatyeni, walwa ngakuyo, wasondela nakude kwasemnyango wenqaba, ukuze ayitshise ngomlilo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wafika ke uAbhimeleki enqabeni ende, walwa nayo, wasondela emnyango wenqaba ende, ukuze ayitshise ngomlilo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wafika uAbhimeleki enqabeni leyo, walwa nayo, wasondela emnyango wenqaba leyo, ukuze ayitshise ngomlilo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Akufika uAbhimeleki, eze kuhlasela inqaba leyo, waya emnyango, efuna ukuyitshisa.