Judges 9:8 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Imiti yaka yahamba iye kutambisa ukumkani pezu kwayo; yayisiti kumnquma: Yiba ngukumkani pezu kwetu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yaya imithi ukuya kuthambisa ukumkani ukuba abe phezu kwayo.Yathi kumnquma, Yiba ngukumkani wethu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yaphuma imithi ukuya kumthambisa ukumkani wayo; bathi kumnquma, Silawule.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Imithi yazimisela ukuzithambisela ukumkani. Yathetha nomnquma, yathi: ‘Yiba ngukumkani wethu.’