Lamentations 1:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Isandla salo lusitwabulule utshaba pezu kwazo zonke izinto zayo ezinqwenelekileyo: ngenyaniso ibonile abaheyideni ukuba bangenile endaweni yayo eyingcwele, obuyalela ngabo ukuba mabangangeni entlanganisweni yako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Umbandezeli usolule isandla sakhe phezu kwezinto zayo zonke ezinqwenelekayo; Kuba ibona iintlanga zingene engcweleni yayo, Owawuwise umthetho wena, ukuba zingangeni ebandleni lakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Utshaba lwesa isandla salo phezu kwezinto zalo zonke ezizithandayo, ngenxa enokuba libona iintlanga zingena engcweleni yakhe, owuwise umthetho wena, ukuba zingangeni ebandleni lakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Iintshaba zayo zibuphangile boke ubuncwane bayo; zangena ijongile iintlanga kweyona ndawo ingcwele – abantu ongabavumelanga, Ndikhoyo, ukuba bangene ebandleni lakho.