Lamentations 1:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bayagula bonke abantu bayo, bayafuna isonka; izinto zabo ezinqwenelekileyo bazananile ngokudla, ukuba kubuyiswe umpefumlo: bona, Yehova! ukangele; ngokuba ndiba ngodelekileyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bonke abantu bayo bayancwina, befuna isonka; Barhole izinto zabo ezinqwenelekayo ngenxa yesonka, ukuze bawubuyise umphefumlo; Bona, Yehova, ukhangele, ukuba ndisuke ndacukucezeka.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bonke abantu bakhe bayancwina, befuna isonka; babanika iilekese njengokutya kokuhlaziya umoya; yabona, Yehova, zigcine; ngokuba ndisuke ndaba ngongendawo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Abantu bayo bonke batsho ngencwina xeshikweni behamba befuna ukutya; bancama nempahla yabo yexabiso, befuna ukudla khon' ukuze bahlaziyeke. Ithi: “Awu, Ndikhoyo, khangela ubone, kuba ndingodeliweyo.”