Lamentations 1:19 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndabiza abatandi bam, kuloko bona bendikohlisile: abaperisite bam nabadala bam baqauka esixekweni, nxa babezifunela ukudla, ukuba babuyise imipefumlo yabo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndibize izithandane zam, zandikhohlisa zona; Ababingeleli bam, namadoda amakhulu akwam, aphume umphefumlo phakathi komzi, Xa abezifunela ukudla, ukuba abuyise imiphefumlo yawo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndibabizile abandithandayo, basuka bandixokisa; ababingeleli bam namadoda amakhulu am bazinikele kuwo umzi, xa babefuna ukudla kwabo, ukuba bawubuyise umphefumlo wabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndakhala kwizithandwa zam, kodwa zandikhohlisa. Ababingeleli bam, namadoda amakhulu, âtshabalala esixekweni efuna ukudla ukuze ahlaziyeke.