Lamentations 3:32 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Koko ukuba iyenza lusizi, iya kuba nenceba noko njengobuninzi bezibele zayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba naxa imhlisele usizi, noko yoba nemfesane ngokobuninzi benceba yayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Nokuba uthe wenza umvandedwa, woba nemfesane ngokobuninzi benceba yakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nakuba eyizisa intlungu ubuya abe nemfesane. Kaloku lungako uthando lwakhe olungazange lwaphela.