Lamentations 3:33 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ingababandezeli ngokwentliziyo, ingabenzi lusizi kanjalo, onyana babantu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba ayibacinezeli ngokuphuma entliziyweni yayo, ibenze babe nosizi oonyana babantu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba uyabacudisa oonyana babantu ngokuzithandela nangentuthumbo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Asingomnqweno wakhe ukuthumela imbandezelo okanye inkxwaleko koonyana babantu.