Lamentations 3:34 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ukuba umntu ancinezele ngapantsi kwenyawo zake bonke ababanjwa belizwe;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ekutyunyuzweni kwababanjiweyo bonke behlabathi phantsi kweenyawo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukunyathela phantsi kweenyawo zakhe bonke abathinjwa behlabathi;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuwacumza ngonyawo onke amabanjwa emhlabeni,