Lamentations 3:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Inyama yam nentlonze yam uzalupalisile; amatambo am uwapule.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uyonakalisile inyama yam nolusu lwam; uwaphule amathambo am.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uyondlekile inyama yam nolusu lwam; uwaphule amathambo am.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Unditsho ndashwabana ulusu nenyama; uwaphule amathambo am.