Lamentations 3:63 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kangela ukuhlala kwabo nokusuka kwabo: ndiyingoma yabo mna.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuhlala kwabo nokusuka kwabo kubheke; ndiyingoma yabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Khangela indlela abahlala ngayo kunye nendlela abama ngayo; Ngumculo wabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bakhangele: behleli, behamba, benza amagwijo ngam.