Lamentations 3:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Undibiyile ngamacala onke, ukuba ndingebe nako ukupuma: uwenze nzima umxokelelwane wam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Undibiyele ngeenxa zonke, andinakuphuma; uwenze aba nzima amakhamandela am obhedu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Undibiyele ngothango, ukuba ndingabi nakuphuma; Wayenza nzima ityathanga lam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Undibiyele macala onke ukuze ndingabi nakuphuma; undikhonxe ngamakhamandela obhedu andisindayo.