Lamentations 4:15 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bamemeza kubo, besiti: Sukani, nina banco̔lileyo! sukani, sukani, ningacukumisi! Ngenyaniso bayabaleka, bayabadula; kutwa pakati kwezizwe: Abasayi kuhlala kona.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Sukani, nantso inqambi! Kwatshiwo ukumenyezwa kubo. Sukani, sukani, musani ukuphatha! Bakusaba, baphamzela nalapho, kwathiwa phakathi kweentlanga, Mabangaphindi baphambukele khona.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bathi kuwo, Hambani; ayicocekanga; mkani, mkani, musani ukuphatha; ekubalekeni kwabo, babhadula ezintlangeni, bathi, Abayi kubuya baphambukele khona.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Mkani; *nigqwalisekile!” batsho abantu kubo. “Sukani; sukani; ningakhe nilinge ukusondela kuthi!” Bakuba bebhacele ezintlangeni zona ziya kuthi ngabo: “Abanakuhlala apha.”