Lamentations 5:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Abadala bapelile esangweni, n amadodana ekuculeni kwabo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Amadoda amakhulu aphezile ukuya esangweni; Amadodana, ekubetheni uhadi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Amadoda amakhulu ema esangweni, amadodana eneengoma zawo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Amadoda amakhulu akasekho emasangweni esixeko; abafana bayiyekile ingoma.