Leviticus 10:7 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Aniyi kupuma elucangweni lwentente yentlangano, hleze nife; ngokuba ioli yokutambisa kayehova ipezu kwenu. Baye besenza njengelizwi lika‐Mosesi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ize ningaphumi emnyango wentente yokuhlangana, hleze nife;kuba ioli yokuthambisa kaYehova iphezu kwenu. Benza ke ngokwelizwi likaMoses.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ize ningaphumi ngomnyango wentente yokuhlangana, hleze nife; ngokuba ubugwenxa bukaYehova buphezu kwakho. Benza ke ngokwelizwi likaMoses.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Maze nina ningasuki esangweni lesibingelelo, hleze nife, kuba nâhlulelwa uNdikhoyo ngokuthanjiswa.” Benjenjalo ke.