Leviticus 10:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Iveyine notywala akuyi kubusela, kwa wena nonyana bako kunye nawe, xeshekweni niya kungena ententeni yentlangano, ukuba ningafi: ngummiselwa ongunapakade ngezizukulwana zenu:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Musa ukusela wayini nasiselo sinxilisayo, wena noonyana bakho kunye nawe, ekungeneni kwenu ententeni yokuhlangana, ukuze ningafi. Ngummiselo ongunaphakade ezizukulwaneni zenu ke lowo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Musa ukusela wayini nasiselo sinxilisayo, wena noonyana bakho abakunye nawe, ekungeneni kwenu ententeni yokuhlangana, ukuze ningafi; ibe ngumyalelo ongunaphakade ezizukulwaneni zenu;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Wena noonyana bakho nize ningangeni *esibingelelweni xa benisele. Niya kufa ukuba niyenzile loo nto. Lo mthetho uze uthotyelwe nazizizukulwana.