Leviticus 11:24 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nezi niya kunco̔liswa ngazo; osukuba ecukumisa isidumbu sazo woba enco̔lile kude kuhlwe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngenxa yayo noba ziinqambi; abachukumisa isidumbu sayo boba ziinqambi, bahlwise;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngako oko noba ziinqambi; bonke abachukumisa ingubo yakhe boba ziinqambi, bahlwise.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umntu ochukumise ezi zinto xa zifile woba nomlaza kude kutshone ilanga: iinyamakazi ezineempuphu, ngaphandle kwezo zineempuphu ezicandekileyo, zetyisayo nokwetyisa, kunye nezo zizitho zine zinamathupha. Umntu othe waphatha ezi zinto xa zifile, makahlambe impahla, kodwa woba nomlaza kude kube kutshone ilanga.