Leviticus 11:25 — Compare Translations
3 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjalo osukuba etwele into yesidumbu sazo, uya kuhlanza izivato zake, abe enco̔lile kude kuhlwe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
bonke abasusa nto yesidumbu sayo, bohlamba iingubo zabo, babe ziinqambi, bahlwise.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Nabani na othe wathabatha esidumbini sazo, wozihlamba iingubo zakhe, abe ngongahlambulukanga kude kuhlwe.