Leviticus 11:31 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ezi ke zinco̔lile kuni pakati kwezinto zonke ezinambuzelayo: osukuba ezicukumisa, zakuba zifile, woba enco̔lile kude kuhlwe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Zezo eziziinqambi kuni enyakanyakeni yonke; bonke abazichukumisayo ezifileyo kuzo, boba ziinqambi, bahlwise.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yoba lisikizi kuni ezinambuzaneni zonke; bonke abayichukumisayo into efileyo kuyo, woba yinqambi, bahlwise.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umntu othe waziphatha nokuba zifile, woba nomlaza kude kutshone ilanga.