Leviticus 11:34 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kuko konke ukudla okudlekayo, oko aya kuza pezu kwako amanzi anjalo, kwoba kunco̔lile; nalo lwonke uselo oluselekayo kuzo zonke impahla ezinjalo lwoba lunco̔lile.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Konke ukudla okudliwayo, okufikiweyo ngamanzi akwezo mpahla, koba yinqambi; nento yonke eselwayo ngezo mpahla zonke, yoba yinqambi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yonke inyama edliwa phezu kwamanzi anjalo yoba yinqambi; newayini yonke engaseselwa kweso sitya, yoba yinqambi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukutya okugalelwe amanzi akule ngqayi makungatyiwa – kumdaka. Naloo nto iselwayo ibikuloo ngqayi nayo isuka isuleleke.