Leviticus 11:36 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Noko umtombo, nomnxuma wokuhlanganisana kwamanzi, woba ucocekile; kodwa lowo ucukumisayo isidumbu sazo woba enco̔lile.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kodwa umthombo nequla elinentlanganisela yamanzi lohlambuluka; osichukumisayo isidumbu sazo woba yinqambi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa iqula, nequla elinamanzi amaninzi, lohlambuluka; bonke abasichukumisayo isidumbu sazo woba yinqambi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kambe wona umthombo nequla azisuleleki xa ziwelwe zezi zinto. Ke yena umntu ozichukumisayo uba nomlaza.