Leviticus 11:38 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa nxa kubekwa amanzi pezu kwembewu, yandule into yesidumbu sazo iwe pezu kwayo, yoba inco̔lile leyo kuni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Xa kuthe kwagalelwa amanzi embewini, kwawa nandawoni yesidumbu sazo phezu kwayo, yoba yinqambi kuni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa xa imbewu igalelwe emanzini, kwawa nantoni na efileyo phezu kwayo, yoba yinqambi kuni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa xa loo mbewu ifakwe emanzini iyasuleleka kukudibana nento efileyo.