Leviticus 11:40 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjalo odlayo kwisidumbu saso wohlanza izivato zake, abe enco̔lile kude kuhlwe; nalowo otweleyo isidumbu saso wohlanza izivato zake, abe enco̔lile kude kuhlwe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Lowo udlayo esidumbini sayo, wozihlamba iingubo zakhe, abe yinqambi, ahlwise; nalowo ususa isidumbu sayo, wozihlamba iingubo zakhe, abe yinqambi, ahlwise.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Lowo uyidlayo inyama yesidumbu sayo, wozihlamba iingubo zakhe, abe yinqambi, ahlwise; lowo uwuthwalayo, wozihlamba iingubo zakhe, abe yinqambi, ahlwise.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nomntu otye inyama yaso, nokuba uyihlambile impahla yakhe, uba nomlaza kude kutshone ilanga. Umntu othe wasithwala sifile isilwanyana kufuneka ayihlambe impahla yakhe, kodwa uba nomlaza kude kutshone ilanga