Leviticus 11:42 — Compare Translations

3 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Konke okuhambayo ngesisu, nako konke okuhambayo ngamane amanqina, nako konke okumanqina maninzi, pakati kwazo zonke izinambuzane ezinambuzelayo pezu kwomhlaba, aniyi kukudla; ngokuba kuyintshontsho.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Zonke izinto ezihamba ngesisu, neento zonke ezihamba nganyawo-ne, kude kuse kwiinto zonke ezineenyawo ezininzi, enyakanyakeni yonke enyakazelayo emhlabeni, ize ningazidli;ngokuba zinezothe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yonke into enambuzelayo ngesisu sayo, nayo yonke into ehamba ngemilenze emine, okanye nantoni na enemilenze emininzi phakathi kwezinambuzane zonke ezisehlabathini, ize ningazidli; ngokuba lisikizi.