Leviticus 11:45 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba mna ndi nguyehova, oninyusayo ezweni le‐Jipete, ndize ndibe ngutixo wenu; kukona niya kuba ngcwele, ngokuba ndingcwele mna.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba ndinguYehova oninyuse ezweni laseYiputa, ukuba ndibe nguThixo wenu; ize nibe ngcwele, ngokuba ndiyiNgcwele.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba ndinguYehova onikhuphileyo ezweni laseYiputa, ukuba ndibe nguThixo wenu; ke ngoko, kufuneka nibe ngcwele, ngokuba ndingcwele mna.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
NdinguNdikhoyo owanikhupha eJiputa ukuze ndibe nguThixo wenu. Yibani ngcwele, kuba mna ndingcwele.