Leviticus 13:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
sisilepero esidala sona entlonzeni yenyama yake; kukona umperisite aya kuxela ukuba unco̔lile: akayi kumtshixela, ngokuba enco̔lile yena.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
liqhenqa elidala eli eluswini lwenyama yakhe; umbingeleli wothi uyinqambi; angamvaleli, ngokuba uyinqambi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
liqhenqa elidala eli elùswini lwenyama yakhe, umbingeleli wovakalisa ukuba uyinqambi, angamvaleli entolongweni, ngokuba akahlambulukanga.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
loo mntu unesifo esibi solusu. Uya kuthi ke umbingeleli azise ukuba lowo unomlaza. Onjalo akayi kuba saba phantsi komgqaliselo, kuba kwaziwa phandle ukuba unomlaza.