Leviticus 13:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Naxeshekweni kujadukayo kakulu isilepero entlonzeni, siti isilepero sigubungele yonke intlonze yonaso esosibulawa, kwa sentloko yake kude kube sezinyaweni zake, njengako konke ukubona kwamehlo omperisite;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke ukuba iqhenqa lithe qwele kakhulu eluswini, iqhenqa lalugubungela lonke ulusu lonesibetho, lathabathela entloko lesa ezinyaweni, ngokubona konke kwamehlo ombingeleli,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba lithe labonakala iqhenqa eluswini, lasuka iqhenqa lalugubungela lonke ulusu lomntu onesibetho, lithabathela entloko lesa ezinyaweni, apho akhangele umbingeleli;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Xa eso sifo solusu sinwenwe sada sathi gqume wonke umzimba,