Leviticus 13:18 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjalo inyama, ebekukuyo intlonze yayo itumba, elipolisiweyo;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke inyama, xa kuthe kwakho kuyo eluswini lwayo ithumba, laphola;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke inyama eyayinesilonda eluswini lwayo, yaphiliswa;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Xa kukho umntu obe nethumba, laza laphila,