Leviticus 13:19 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
nekuya kubako kuyo endaweni yetumba ukudumba okumhlope, umhlaumbi ityakuva elikazimlayo, limhlope, libomvuṙa; yobonakaliswa yona kumperisite.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kwabakho endaweni yethumba ukufukuka okumhlophe, nokuba litshatshazi elifuna ukuba yingqombela, wobonakala kumbingeleli;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
endaweni yesilonda kwabakho itshatshazi elimhlophe, nokuba litshatshazi, elimhlophe elifuna ukuba yingqombela, woboniswa umbingeleli;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kuze kuthi kamva kubekho indawo emhlophe ethe fuku, okanye kuvele indawo ebubomvu-bumhlophe kulaa ndawo ibe inethumba, loo mntu kufuneka aye kumbingeleli.