Leviticus 13:22 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwandul’ ukuti, ukuba liyatwabuluka kakulu entlonzeni, kuxele umperisite ukuba unco̔lile: sisibulawa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke ukuba lithe laqhenqetha kakhulu eluswini, umbingeleli wothi uyinqambi: sisibetho eso.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke ukuba liselithe elùswini, umbingeleli wothi uyinqambi; ngubhubhani.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuba loo ndawo ithe yabhidla, umbingeleli wokwazisa ukuba loo mntu unomlaza, kuba unesifo esosulelayo.