Leviticus 13:35 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa ukuba ukwekwe luyatwabuluka kakulu entlonzeni, emveni kwokucokiswa kwake;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba ukudlathuka kuthe kwaqhenqetha kakhulu eluswini emveni kokuhlanjululwa kwakhe,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba ukujaduka kuthe kwaqhenqetha eluswini emveni kokuba ehlambulukile;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Xa sibhidla isilonda emva kokuba kuthiwe akanamlaza,