Leviticus 13:40 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nendoda nxa intloko yayo igudile, yona iyinqai, icocekile noko.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Indoda xa ithe intloko yayo yaguda: yinkqayi leyo, uhlambulukile.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Indoda ezinwele zayo zilukiwe yinkqayi; uhlambulukile.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuba umntu ukhuthuke iinwele enqentsu, okanye ebunzi, asingomlaza loo nto.