Leviticus 13:44 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
iyindoda elileperi yona, inco̔lile: umperisite uya kuxela ukuba inco̔lile kanye; isibulawa sayo sisentloko yayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
yindoda eneqhenqa leyo, iyinqambi. Umbingeleli wothi iyinqambi kuphele; isibetho sayo sisentlokweni yayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
yindoda eneqhenqa, ayihlambulukile; umbingeleli wothi akahlambulukile; ukufa kwakhe kusentlokweni yakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kufuneka azise ukuba loo mntu unesifo esosulelayo esisentloko, ngoko ke unomlaza.