Leviticus 13:47 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjako isivato ekukuso isibulawa sesilepero, nokuba sisesivatweni soboya, nokuba sisesivatweni seqiya;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ingubo xa sithe sabakho kuyo isibetho seqhenqa, engutyeni yoboya nasengutyeni yelinen,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Isambatho esikhoyo kuyo iqhenqa, yingubo yoboya, nelinen emhlophe;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Xa impahla yoboya nokuba yilinen,