Leviticus 13:57 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ukuba kodwa sisabonakala esivatweni, nokuba sikokwoluliweyo, nokuba sikokunqanyulezisiweyo, umhlaumbi kwenye into yolusu; sisilepero esijadukayo; uya kutshisa oko isibulawa sikuko ngomlilo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba sithe sabuya sabonakala engutyeni, naselusingeni lokoluka, naselusingeni lokuluka, nasempahleni yonke yesikhumba: kukuthi qwele kwaso oko; woyitshisa ngomlilo loo nto sikuyo isibetho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Xa uthe wabuya wabonakala engutyeni, nasempahleni, naseluswini, nasempahleni yonke yesikhumba; sisitshabalalisi esiqhelekileyo; yitshise ngomlilo loo nto ikuyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Xa kuphinde kwavela ukungunda, umnini-nto makayitshise, kuba kuza kwanda umngundane.