Leviticus 13:6 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Woza umperisite amkangele ngomhla wesixe̔nxe ngokwesibini: ukuba, kekaloku, isibulawa simncumevu, nokuba asitwabulukanga isibulawa entlonzeni, umperisite uya kuxela ukuba ucocekile; sisilonda kodwa; waeya kuhlanza izivato zake, abe ecokisekile.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Umbingeleli wophinda amkhangele ngomhla wesixhenxe; O!isibetho sibunile, asiqhenqethi isibetho eluswini; umbingeleli wothi uhlambulukile: kukujaduka oko. Wozihlamba iingubo zakhe;aze ahlambuluke ke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
abuye ambone umbingeleli ngomhla wesixhenxe; isibetho asiqhenqethanga eluswini, umbingeleli wothi uhlambulukile; ndimhlophe kuphela; anxibe iingubo zakhe, ahlambuluke.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wobuya amxilonge umbingeleli kwakhona emva koko, kuthi ke ukuba eso silonda sirhawukile endaweni yokubhidla, azise ke ukuba loo mntu akanamlaza, uhlambulukile. Loo mntu ke kufuneka ahlambe impahla yakhe, ukuze angabi namlaza.