Leviticus 13:9 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Xeshekweni isibulawa sesilepero sisemntwini, uya kwandula aziswe kumperisite.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Isibetho seqhenqa, xa sithe sabakho emntwini, woziswa kumbingeleli;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba lithe labakho emntwini iqhenqa, woziswa kumbingeleli;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Xa kukho umntu onesifo solusu esosulelayo, kufuneka asiwe kumbingeleli