Leviticus 14:22 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
namahobe abe mabini, umhlaumbi amatole ezuba abe mabini, lawo isandla sake sinokuwafikela; eliya kuti elinye libe lidini lesono, nelinye libe lidini lokutshiswa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
namahobe amabini, nokuba ngamagobo amabini evukuthu, esinokuwafumana isandla sakhe, elinye libe lidini lesono, elinye libe lidini elinyukayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Nofumana amahobe amabini, nokuba ngamahobe amabini; elinye libe leledini lesono, elinye libe leledini elinyukayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kufuneka kwakhona eze namahobe amabini okanye amavukuthu amabini. Elinye loba leledini lokucamagushela isono, elinye libe leledini elitshiswayo.