Leviticus 14:30 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waeya kunikela elinye kuwo amahobe, umhlaumbi kuwo amatole ezuba, kulawo isandla sake sinokuwafikela;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wolinikela elinye ihobe, nokuba lelinye igobo levukuthu, esinokulifumana isandla sakhe,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Makeze nelinye ihobe nehobe njengoko anako;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Emva koko wenza idini lokucamagushela isono ngelinye lamahobe okanye amavukuthu, aze ngelinye enze idini elitshiswayo, athathe nokutya oku. Uya kwenjenjalo ke ukumcamagushela kuNdikhoyo umntu onomlaza.