Leviticus 14:32 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nguwo lo umteto wokukuye isibulawa sesilepero, osandla sake singenakufikela okukulu ekucokisweni kwake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nguwo lowo umyalelo walowo sikhoyo kuye isibetho seqhenqa, osandla singabanga nakufumana nto angahlanjululwa ngayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Nguwo lowo umyalelo walowo uneqhenqa, osandla singayifumaniyo into yokuhlanjululwa kwakhe;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yiyo ke leyo inkqubo malunga nomntu obesakuba nesifo solusu esosulelayo kodwa abe engenandlela yokufikelela kwiminikelo eqhelekileyo.