Leviticus 14:35 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
makeze lowo indlu iyeyake, ashumayele kumperisite, esiti: Kubonakala kum njengokungati sisibulawa endlwini.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
makeze umninindlu amxelele umbingeleli, esithi, Kubonakala kum ngathi kukho isibetho endlwini.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yaye umninindlu wathi kumbingeleli, ‘Ndiyabona ukuba kukho into eyenzekayo apha endlwini.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
umnini-ndlu kufuneka aye kubika kumbingeleli esithi: ‘Ndibhaqe into engathi ngumngundane endlwini yam.’