Leviticus 14:36 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waye umperisite eya kuxela ukuba balungise leyondlu, engekangeni umperisite ukuza kukangela esosibulawa, ukuze kunganco̔liswa konke okusendlwini: woti umperisite emveni kwoko, angene ukuza kukangela leyondlu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wowisa umthetho umbingeleli, ukuba bayikhuphe impahla endlwini, engekangeni umbingeleli ukuba asikhangele isibetho, ukuze ingabi yinqambi yonke into esendlwini; emveni koko wongena umbingeleli ukuba ayikhangele indlu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wowisa umthetho umbingeleli, ukuba kukhutshwe izinto endlwini, engekangeni umbingeleli ukuba akhangele ukufa, ukuze ingabi yihlambulukileyo yonke into esendlwini; emveni koko wangena umbingeleli ukuba ayikhangele indlu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uya kuthi umbingeleli makukhutshwe yonke impahla esendlwini, ngaphambi kokuba aye kuhlola ukungunda oko kusendlwini; kungenjalo yonke into ekuloo ndlu uya kuthi *inomlaza. Uya kuya ke endlwini apho,